Deuteronomy 8:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kwazi kanjalo entliziyweni yako, ukuba, njengokuba umntu emohlwaya unyana wake, uyehova, utixo wako, uyohlwaya wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze wazi ngentliziyo yakho, ukuba njengoko umntu amqeqeshayo unyana wakhe, uYehova uThixo wakho uyakuqeqesha wena;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khumbula ngentliziyo yakho ukuba uYehova uThixo wakho uyakuqeqesha wena, njengomntu emqeqeshayo unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Qondani kaloku nizikise ukuba uNdikhoyo uThixo wenu uyaniqeqesha njengomzali eqeqesha abantwana bakhe.