Deuteronomy 9:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela wateta uyehova kum, esiti: Ndibabonile abantu aba; kekaloku, bona ke, bangabantu abantamo ilukuni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kum, Ndibabonile aba bantu; yabona, ngabantu abantamo ilukhuni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakhona uYehova wathetha kum, esithi: “Ndilubonile olu hlanga, yaye luhlanga oluneenkani;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“UNdikhoyo wathi: ‘Ndiyabazi aba bantu ukuba neenkani kwabo.