Deuteronomy 9:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndabamba amacwecwe lawo omabini, ndawalahla ezandleni zam zozibini, ndawaqekeza emehlweni enu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndawathabatha amacwecwe omabini, ndawalahla ezandleni zam zozibini, ndawaqhekeza emehlweni enu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathabatha amacwecwe amabini, ndawaphosa ezandleni zam zozibini, ndawaqhekeza phambi kwamehlo enu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndawathatha loo macwecwe, ndawaphosa phantsi apho phambi kwenu, ophuka aba ziingceba.