Deuteronomy 9:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abantu abakulu, abade, usapo lwama‐Hanaki, olo ulwaziyo, novileyo ngalo ukuti: Ngubanina ongemayo ebusweni bosapo luka‐Hanaki?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abantu abakhulu, abade, oonyana baka-Anaki, obaziyo wena, obavileyo wena kusithiwa ngabo, Ngubani na onokuma phambi koonyana baka-Anaki?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uhlanga olukhulu, olude, oonyana baka-Enaki, obaziyo, obavileyo kwathiwa, Ngubani na onokuma phambi koonyana baka-Enaki?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabantu bakhona bade, bomelele, bayinzala ka-Anaki, ibe ke niyazi ukuba kuthiwa akukho mntu unokumelana nama-Anaki.