Deuteronomy 9:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ndaziwisa pantsi ebusweni bukayehova, ezomini zimashumi mane nobusuku bukwa mashumi mane, njengoko bendiziwisile pantsi ekuqaleni; ngokuba ebete uyehova uya kunitshabalalisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndawa ke phantsi phambi koYehova, ezo mini zimashumi mane nobusuku obumashumi mane, endawayo phantsi; kuba uYehova wathi uya kunitshabalalisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndawa ke phantsi phambi koYehova, ezo mini zimashumi mane nobusuku obumashumi mane, endawayo phantsi; ngokuba uYehova wathi uya kunitshabalalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, kuloo mashumi mane eentsuku ndahlala ndizikhahlele phantsi phambi koNdikhoyo, kuba ndandisazi ukuba seletshilo ukuthi uza kunitshabalalisa.