Ecclesiastes 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuko inkunjulwa yezinto zamatanci; kanjalo nezinto zasemva eziza kubako, akuyi kubako inkunjulwa yazo pakati kwabo abaya kuza mva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akukho kukhumbula abokuqala; nabasemva abaya kubakho, abayi kukhunjulwa ngabaya kuza emva kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izinto zokuqala azikhunjulwa; Kanjalo, abo baya kuza, abasayi kukhunjulwa nabaza emva kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izinto zakudala azisakhunjulwa; ukanti ke nezi zanamhlanje izinto aziyi kwaziwa sisizukulwana esizayo.