Ecclesiastes 1:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Esinye isizukulwana siyemka, n esinye isizukulwana siyeza; kodwa umhlaba umi kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kumka esinye isizukulwana, kulandele esinye isizukulwana; ke lona ihlabathi limi ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kumka esinye isizukulwana, kuza esinye isizukulwana, kodwa elimiweyo limi ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izizukulwana ziyafika, izizukulwana ziyemka, kodwa ke lona ihlabathi limi ngonaphakade.