Ecclesiastes 1:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yonke imilambo iya elwandle; ulwandle aluzele noko; londawo imilambo iya kuyo, ibuya iye kona kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke imilambo iya elwandle, ukanti ulwandle aluzali;endaweni eya kuyo imilambo, ibuya iye kwakhona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke imilambo iya elwandle; ukanti ulwandle belungazali; apho ivela khona imilambo, ibuyela kwalapho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonk' imilambo ingena elwandle, kodwa ke lona ulwandle aluzali; amanzi abuyela apho ebevela khona, aphinde asinge apho ebesiya khona.