Ecclesiastes 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onke amazwi anokudinwa; uti umntu akohlwe kuwateta; iliso alincanyiswa kukubona, nendlebe ayizaliswa kukuva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinto ziyazixhamla; umntu akanako ukuzithetha;alihluthi iliso kukubona, ayizali indlebe kukuva.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke into inomsebenzi; alihluthi iliso kukubona, nendlebe ayihluthi kukuva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke into yindebelefele yendinisa engathethekiyo: iliso liyabona, kodwa alaneli; kanti nendlebe iyeva, kodwa ayihluthi.