Ecclesiastes 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lonto ebise iko, yileyo esaya kubako; naleyo ese yenziwe, yileyo esaya kwenziwa: akuko nanto entsha ngapantsi kwelanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Into eyayikho yeya kubuya ibekho; into eyenzekayo yeya kubuya yenzeke yona. Akukho nto intsha phantsi kwelanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okwakuyikho, kuya kubakho; kuya kwenzeka ntoni na; akukho nto intsha phantsi kwelanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into eyakha yakho yophinda ibe khona. Le nto yenzekileyo iya kuphinda yenzeke kwakhona. Akukho nto intsha phantsi kwelanga.