Ecclesiastes 10:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba intsimbi ibutuntu, nohlangoti akaluloli, uya kwandula andise amandla; kodwa into encedayo ukulungisa bubulumko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, akalulola uhlangothi lwayo, wogonyela ngoko ngamandla; ke ubulumko buyanceda bulungise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, akalulola uhlangothi lwayo, woyenza ibe namandla ngakumbi; ke ubulumko buyanceda bulungise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa izembe libuthuntu, lingalolwanga, kufuneka ubethe ngamandla ngalo. Kodwa ke bubuchule into enika impumelelo.