Ecclesiastes 10:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba inyoka iya kuluma kungeko kunyanga, akuko luncedo kulowo unyangayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba inyoka ithe yaluma kungekho kukhafula, akabi nanzuzo umnyangi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okunene, inyoka iya kuluma kungekho kukhafula; kwaye uMthetheleli akangcono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inyoka kufuneka ilalaniswe ngaphambi kokuba imlume umntu, kuba xa seyimlumile akusancedi lutho kumlalanisi wayo.