Ecclesiastes 10:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo isidenge siyandisa amazwi, noko kungeko mntu owaziyo oko okuza kubako, nokuya kubako emveni kwake; ngubanina ongamxelelayo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isidenge sandisa amazwi, engakwazi umntu okuya kubakho nokuya kubakho emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanesidenge sithetha amazwi; akukho bani unokuxela okuya kwenzeka; Kuya kubakho ntoni na emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, isityhakala sithetha singayeki. Akukho mntu uyaziyo into eza kwehla, kungekho namntu unokuyixela into eya kwenzeka kamva.