Ecclesiastes 10:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bayenza isidlo ngenxa yokuhleka, iti iveyine ivuyise ukudliwa kwobomi; kanjalo imali iyazuzisa oko konke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benza isidlo ukuba bahleke, iwayini ivuyise ubomi; imali ilungele iinto zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Itheko lenziwa yintsini, newayini indenza ndonwabe, kodwa imali iphendula yonk’ into.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isidlo simenza onwabe umntu, ke yona iwayini iyabudlamkisa ubomi; kambe ke kuyo yonke into yimali ethethayo.