Ecclesiastes 10:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, nasendleleni, nxa isidenge sihambayo, siswele intliziyo yaso, siti ke ngabo bonke, bazizidenge.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, nasendleleni, xa sithe isidenge sahamba ngayo, siyayiswela intliziyo, sihambe sisithi kubantu bonke, Ndisisidenge.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, nasendleleni, xa sihamba endleleni isidenge, siyaphelelwa bubulumko, sixelele wonke umntu ukuba sisidenge.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba isityhakala sesihamba ngendlela, sibonakala kubo bonke ukuba simuncu. Umntu onjalo uzicacisa nakubani na ukuba usisiyatha.