Ecclesiastes 10:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xa umoya wompati uvuka ngakuwe, ungashiyi indawo yako; ngokuba ululamo lupezisa izono ezikulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ukufutha komlawuli kuthe kwenyuka kwakuchasa, musa ukuyishiya indawo yakho; ngokuba ubulali buleleza izono ezikhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ukufutha komlawuli kuthe kwenyuka kwakuchasa, musa ukuyishiya indawo yakho; kuba ithomalalisa ubugwenxa obukhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ekhathazekile umlawuli wakho musa ukurhoxa esikhundleni sakho – kaloku kukuzola into ewulungisayo umonakalo.