Ecclesiastes 10:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko ububi ndibubonile ngapantsi kwelanga, njengesiposo esipumayo kwa sebusweni benkosi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho ububi endibubonileyo phantsi kwelanga, obunjengokulahleka okuphuma konegunya:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho ububi endibubonileyo phantsi kwelanga, obunjengobubi bomlawuli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apha phantsi kwelanga kukho ububi endibubonileyo, impazamo eyenziwa ngophetheyo.