Ecclesiastes 10:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owumbayo umnxuma uya kweyela kuwo; nocitayo udonga, inyoka iya kumluma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Omba isigingqi, angeyela kuso; ochitha uthango, inyoka ingamluma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ombe umngxuma uya kweyela kuwo; othe waphula uthango, inyoka iya kumluma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu owomba umngxuma usenokweyela kuwo; otyhoboza eludongeni usenokulunywa yinyoka.