Ecclesiastes 11:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Olindayo umoya, akayi kuhlwayela; nokangelayo amafu, akayi kuvuna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ogqala umoya akayi kuhlwayela; okhangela amafu akayi kuvuna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okhangela umoya akayi kuhlwayela; nokhangela amafu akayi kuvuna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ujonge imo ethile yezulu soze ulime; kanti ke ukuba uqwalasela amafu soze uvune.