Ecclesiastes 11:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ukukanya kwoba mnandi; ewe, kwoba yinto elungileyo emehlweni ukubona ilanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kumnandi ukukhanya, kulungile emehlweni ukulibona ilanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, kulungile ukukhanya, kuyathandeka kwamehlo ukulibona ilanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuyanambitheka ukukhanya; kulungile emehlweni ukulibona ilanga.