Ecclesiastes 12:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukugqibela kwendawo, okwayo yonke, masikuve: Yoyika utixo, nemiyalelo yake uyigcine; ngokuba oku bonke abantu ngebekwenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuhlanganiswa kwentetho, yakuba ivakele into yonke, nanku: Yoyika uThixo, ugcine imithetho yakhe; ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuhlanganiswa kwentetho, yakuba ivakele into yonke, nanku: Yoyika uThixo, ugcine imithetho yakhe, ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ngoku nasi isishwankathelo salo mbandela: Mhlonele uThixo, uyithobele imimiselo yakhe, kuba oko luxanduva lomntu ngamnye.