Ecclesiastes 12:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba izenzo zonke eya kuzizisa utixo ekugwebeni, kunye nezinto zonke ezifihlakeleyo, nokuba zilungile, nokuba zikohlakele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba izenzo zonke uThixo uya kuzizisa ekugwetyweni, izinto zonke ezifihlakeleyo, nokuba zilungile nokuba zimbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wonke umsebenzi uThixo uya kuwuzisa ekugwetyweni kwayo yonke into efihliweyo, enoba ilungile okanye imbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo usaza kusimisa enkundleni ngenxa yazo zonke izinto esizenzayo, ngokunjalo nezo zifihlakeleyo, nokuba zilungile, nokuba zimbi.