Ecclesiastes 12:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kungekenziwa mnyama ilanga, nokukanya, nenyanga, nenkwenkwezi; engekabuyi amafu emveni kwemvula;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
lingekabi mnyama ilanga, nokukhanya, nenyanga, neenkwenkwezi, engekabuyi amafu emva kwemvula;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ilanga, nokukhanya, nenyanga, neenkwenkwezi, azibi mnyama, namafu akabuyi emva kwemvula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo thuba ke ukukhanya kwelanga, inyanga, neenkwenkwezi, kosuka kufiphale kuwe, nezulu lihlale lisibekele ngathi kungemva kwemvula.