Ecclesiastes 2:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndati entliziyweni yam: Yiza ke, mandikulinge ngemihlali, uze udle ubuyolo: kekaloku bona ke, oku kokungendawo nako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi mna entliziyweni yam, Khawuze khe ndikulinge ngovuyo, ubone okulungileyo. Yabona, kwanaloo nto ingamampunge.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi mna entliziyweni yam, Khawuze khe ndikulinge ngovuyo; Ziyolise ngoko; yabona, kwanaloo nto ingamampunge.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ndagqiba kwelithi: “Makhe ndilinge iziyolo, ndizonwabise, ndive ukuba kunjani na!” Kodwa ke ndafumanisa ukuba naloo nto ngamampunge.