Ecclesiastes 2:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndasuka ndabeka ukugqala ubulumko, nobugeza, nobudenge: ngokuba eya kwenza nto nina lowamntu oya kumlandela ukumkani? kwa oko sekukade kwenziwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndazijika mna, ndakhangela ubulumko, nobugeza, nobuyatha:ngokuba ngumntu oyini na, lowo uya kuza emva kokumkani? lo ubeselenziwe kade?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndajika ke mna, ndakhangela ubulumko, nobugeza, nobuyatha; Angenza ntoni na umntu oza emva kokumkani? kuninzi okwenziweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaza ke ndaphicotha umahluko phakathi kobulumko kunye nobutyhakala nobudenge. Kakade yintoni anokuyenza ongena ezihlangwini zokumkani ebeyingasele yenziwa ngaphambili?