Ecclesiastes 2:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandula ndabona ukuba ubulumko buyagqitisela ubudenge, kwa njengokuba ukukanya kugqitisela ubumnyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabona ukuba ubulumko buyabugqitha ubuyatha, njengokuba ukukhanya kubugqitha ubumnyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabona ukuba ubulumko bukhulu kunobudenge, njengokuba ukukhanya kubungaphezu kobumnyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndabona ukuba ubulumko buyakhetheka kunobutyhakala, kwanjengokuba ukukhanya kungcono kunobumnyama.