Ecclesiastes 2:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Olumkileyo amehlo ake asentlokweni yake, kanti osidenge uyahamba ebumnyameni; sendiyazi noko, kwa mna, ukuba bohlelwa sisihlo sinye bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isilumko, amehlo aso asentlokweni yaso; ke sona isinyabi sihamba emnyameni. Ndaqonda ke mna ukuba bonke bephela bahlelwa sihlo sinye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amehlo esilumko asentlokweni yaso; ke sona isidenge sihamba ebumnyameni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu osisilumko uyabona apho aya khona, kanti ke sona isityhakala sifathula emnyameni. Kambe ke ndafumanisa ukuba bebonke isiphelo sinye.