Ecclesiastes 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ndanditiya ubomi, ngokuba ubububi kum lomsebenzi owenziwayo ngapantsi kwelanga: ngokuba konke kokungendawo nokukatazeka kwomoya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabuthiya ke ubomi; ngokuba mibi kum imisebenzi eyenzeka phantsi kwelanga; ngokuba yonke loo nto ingamampunge, nokusukelana nomoya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko ndibuthiyile ubomi; ngenxa yokuba unzima kum umsebenzi owenziweyo phantsi kwelanga, ngenxa yokuba yonk’ into ililize yaye umphefumlo uyagula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndatsho ndabucaphukela ubomi, kuba yonke into eyenziwa apha phantsi kwelanga yasuka yandiphathela inkxwaleko. Ewe, zonke izinto ngamampunge, nqwa nokusukelana nomoya.