Ecclesiastes 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, ndayitiya yonke inzuzo yam endiyizameleyo ngapantsi kwelanga, ngokuba ndiya kuyishiyela lamntu oya kubako emva kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndayithiya yonke imigudu yam, endaphuka yiyo phantsi kwelanga, ekubeni ndiya kuyishiya nomntu oya kubakho emva kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndayithiya yonke imisebenzi endayenzayo phantsi kwelanga, ekubeni ndiya kuyishiya nomntu oya kubakho emva kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ndasuka ndakucaphukela konke ukubulaleka kwam apha phantsi kwelanga, kuba ndisazi ukuba ndihlalelwe kukuzishiya kulowo undilandelayo zonke izinto endizenzileyo.