Ecclesiastes 2:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuyinto nina umntu anako ngawo wonke umzamo wake, nangako konke ukukatazeka kwentliziyo yake, azamile ngawo ngapantsi kwelanga?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba umntu uba nantoni na ngemigudu yakhe yonke, nangenzondelelo yentliziyo yakhe, aphuka yiyo yena phantsi kwelanga?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uzuza ntoni umntu kuko konke ukusebenza kwakhe nzima nangentlungu yentliziyo yakhe azikhathaze ngayo phantsi kwelanga?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa-kodwa uzuza ntoni umntu ngemizabalazo nokubulaleka kwakhe apha phantsi kwelanga?