Ecclesiastes 2:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngubanina ongatyayo, ngubanina onganxamelayo, ngapezu kwam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ngubani na ongadlayo, ngubani na ongavayo ubumnandi, engenaye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ngubani na ongadlayo ngaphezu kwam, ngubani na ongangxamelayo khona?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba kaloku ngaphandle kwakhe akukho mntu ungatyayo okanye onwabe.