Ecclesiastes 3:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjalo, ukuba abantu bonke batye, basele, badle ubuyolo kuwo wonke umzamo wabo, kusisipo sikatixo oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwanokuba wonke umntu adle, asele, abone okulungileyo emigudwini yakhe yonke: sisipho sikaThixo eso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kanjalo, ukuba wonk’ ubani adle, asele, aze abone okulungileyo kuyo yonke imisebenzi yakhe, sisipho esivela kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwanokuba wonke umntu atye asele aneliseke yimigudu yakhe. Kaloku sisipho esivela kuThixo eso.