Ecclesiastes 3:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjako, ndabona ngapantsi kwelanga indawo yobugwebo, ukuba inkohlakalo ikona; nendawo yobulungisa, ukuba inkohlakalo ikona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabuya ndabona phantsi kwelanga indawo yokugweba, ukuba okungendawo kukhona; nendawo yobulungisa, ukuba okungendawo kukhona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabuya ndabona phantsi kwelanga indawo yokugweba, ngokuba okungendawo kukhona; nendawo yobulungisa, ukuba okungendawo kukhona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu koko ke ndifumanise ukuba apha phantsi kwelanga usuka ufumane inkohlakalo endaweni yokugweba ngokufanelekileyo, nditsho inkohlakalo endaweni yobulungisa.