Ecclesiastes 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndati entliziyweni yam, pezu kwendawo yonyana babantu, kukuba utixo abalinge, nokuba babone ngokwabo ukuba ba njengazo izilo bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi mna entliziyweni yam, Kungenxa yoonyana babantu, ukuze uThixo abahlele, nokuze bazibone benjengeenkomo bona ngokwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi mna entliziyweni yam ngemeko yoonyana babantu, ukuba uThixo unokusityhilela kubo nokuba babone ukuba bazizilwanyana zasekhaya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndagqiba ngelithi: “UThixo uyaluvavanya uluntu, efuna ukuba luqonde ukuba alwahluke kuya phi ezilwanyaneni.