Ecclesiastes 3:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke baya endaweni nye; bonke bavela elutulini, bonke bayabuyela elutulini kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke ezo nto ziya ndaweni-nye; zonke ezo nto zavela eluthulini, zonke ezo nto zibuyela eluthulini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke baya ndaweni-nye; zonke zavela eluthulini, zabuyela eluthulini zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ndawonye nesilwanyana baya ndaweni-nye; njengoko bephuma emhlabeni, babuyela kwasemhlabeni.