Ecclesiastes 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, nxa bawayo, omnye eya kupakamisa umlingane wake: kodwa au yena oyedwa owayo, kungeko nje owesibini ukuba amsukise!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba xa bathe bawa, omnye unokumphakamisa uwabo; yeha ke, yena oyedwa, othe wawa! kuba akukho wesibini wokumphakamisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa bathe bawa, omnye wothabatha iqabane lakhe; kodwa ngelishwa omnye akazange awe; ngokuba engenaye umphakamisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku xa omnye ethe wawa omnye unokuphakamisa ugxa wakhe. Mawoo ke lowo uyedwa xa athe wawa! Akukho bani unokumphakamisa.