Ecclesiastes 4:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ukuba umntu uyeyisa yena oyedwa, ababini baya kuma pambi kwake; uti umsonto osontiweyo katatu ungaqaulwa kamsinya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba umntu uthe wamgagamela oyedwa, bona ababini baya kumisa phambi kwakhe; umsonto ontluntathu awuhle uqhawulwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba umntu uthe wameyisa umntu, baya kumchasa ababini; nentsontelo emithathu ayikhawulezi ukuqhawuka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oyedwa uyagaganyelwa, kodwa ababini banako ukumelana nohlaselo. Intsontelo ephindwe kathathu iqhawuka nzima.