Ecclesiastes 4:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba omnye epuma endlwini yababanjwa ukuba abe ngukumkani, nxa, kanjalo, ozelweyo ebukumkanini bake aba lihlwempu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uphuma endlwini yamakhonkxwa ukuba abe ngukumkani;ukanti uzalelwe ebukumkanini balowo ulihlwempu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uphuma entolongweni ukuba alawule; kanti ozalelwe ebukumkanini bakhe uba lihlwempu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nangona angade abe wazalelwa ebuhlwempini phantsi kwaloo kumkani. Ewe, usenokuphuma nasentolongweni abe ngukumkani alawule.