Ecclesiastes 4:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndabona bonke abahleliyo abahamba ngapantsi kwelanga, kunye nomfana lowo, owesibini, opakamayo esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndababona bonke abadla ubomi, behamba phantsi kwelanga kunye naye umntwana, lo ungowesibini, uza kuma esikhundleni salowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndababona bonke abadla ubomi, behamba phantsi kwelanga kunye nomntwana wesibini, oya kuphuma kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibone ukuba bonke abadla ubomi besihla benyuka apha phantsi kwelanga basuke bamlandela umfana lowo ungene esikhundleni sokumkani lowo walupheleyo.