Ecclesiastes 4:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ndancoma abafileyo abakade befile, ngapezu kwabahleliyo abasahleli ngoku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabancoma ke mna abafileyo, abasebefe kade, kunabahleliyo abasahleliyo ngoku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabanqula abafileyo abafileyo, ngaphezu kwabadla ubomi abasahleliyo ngoku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndafumanisa ukuba abo bangasekhoyo, abasele befile kakade, bakwimeko engcono kunabo baphilayo, abasahleliyo nangoku.