Ecclesiastes 4:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ababini bagqitisele oyedwa; ngokuba benomvuzo olungileyo ngenxa yomzamo wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kulungile ukuba babe ngababini kunokuba abe mnye, kuba banomvuzo olungileyo ngemigudu yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kulungile ukuba babe ngababini kunokuba abe mnye; ngenxa yokuba banomvuzo ngomsebenzi wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungcono abasebenzi babe babini kunokuba abe mnye, kuba baba nengeniso eyiyo ngomsebenzi wabo.