Ecclesiastes 5:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engayi kukumbula kakulu imihla yobomi bake, ngokuba utixo e m sebenzisa ngovuyo lwentliziyo yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba akayikhumbuli kakhulu imihla yobomi bakhe; ngokuba uThixo eluphendula uvuyo lwentliziyo yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba akayi kucinga kakhulu ngemihla yobomi bakhe; ngokuba uThixo emphendule ngovuyo lwentliziyo yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yolo lonwabo aluphiwe nguThixo, umntu utsho angabi sazikhathaza ngobungakanani bobomi bakhe.