Ecclesiastes 6:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wonke umzamo womntu ungenxa yomlomo wake, kanti umxe̔lo awuzaliswa noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke imigudu yomntu uyenzela umlomo wakhe: ukanti umphefumlo awuzali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke imisebenzi yomntu uyenzela umlomo wakhe; ke umnqweno wakhe awuwuzali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuyo yonke imizabalazo yakhe umntu usebenzela emlonyeni, kodwa akaze anele.