Ecclesiastes 7:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubulumko sisikuselo, nemali sisikuselo nayo; kodwa indluliselo yokwazi, kukuba ubulumko bupilisa abanabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ubulumko bungumthunzi, imali ingumthunzi; ke ukugqithisela kokwazi, kukuba ubulumko buyabasindisa abo banabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ubulumko buligwiba, imali iyindawo yokusabela, kodwa ingenelo yolwazi kukuba ubulumko buyabasindisa abo banabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
umntu bumenza akhuseleke njengokuba nemali isenjenjalo. Ewe, naku ukubalasela kolwazi: ubulumko buyabukhusela ubomi balowo unabo.