Ecclesiastes 7:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungabi ukohlakele ngokuninzi kakulu; kanjalo ungabi lihilihili; yinina ukuba ufe lingekafiki ixesha lako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukuba ngongendawo ngokukhulu, ungazenzi isidenge; yini na ukuba ufe lingekabi lixesha lakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuba ngongendawo ngokukhulu, ungazenzi isidenge; ungafa lingekafiki ixesha lakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani ukuba ufe phambi kwexesha lakho ngokusuka ubalasele ngenkohlakalo, okanye ugqwese ngobutyhakala?