Ecclesiastes 7:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba isazi eyako intliziyo ukuba kwa futi nawe utukile abanye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba intliziyo yakho nayo iyazi izihlandlo ezininzi, ukuba uyabatshabhisa abanye nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba intliziyo yakho ihlala isazi ukuba uyabatshabhisa abanye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nawe ngokwakho uyazi ukuba kukaninzi ubanyelisa abanye abantu.