Ecclesiastes 7:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Konke oku ndikulingile ngobulumko; ndati: Mandibe nobulumko; kodwa bebukude kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo zinto zonke ndizilingile ngobulumko; ndathi ndiya kulumka; ke bona baba kude kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke ezo zinto ndizilingile ngobulumko, ndathi, Ndiya kulumka; kodwa bekude kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngobulumko bam ndayivavanya yonke le nto, ndaza ndathi: “Ndizimisele ukuba sisilumko,” kodwa ke andafikelela kubo.