Ecclesiastes 7:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, oku ndikufumene, utsho umshumayeli, enye into ndiyibeka kwenye ukuba ndiyifumane ingqibo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona into endiyifumeneyo, itsho iNtshumayeli, ndihloma enye kwenye, ukuba ndifumane isigqibo seengcinga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Qaphelani, nantsi into endiyifumeneyo, utsho umshumayeli, njengoko ndifunda nganye nganye, ukuze ndifumane umbhalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Khangel' apha,” itsho iNgqondi, “nantsi into endiyibhaqileyo: Ndakudibanisa enye nenye ukuze ndicacelwe zizinto –