Ecclesiastes 7:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kupela, bona ke, oku ndikufumene, ukuba utixo wenza umntu elungile, kodwa bona bafunile amaqinga amaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, le nto yodwa ndiyifumene, yokuba uThixo wamenza umntu wathi tye; ke bona bafune ubuqili obuninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, le nto kuphela ndiyifumene, yokuba uThixo wamenza umntu olilungisa; kodwa babefuna ukuveliswa okungakumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuphela kwendikufumeneyo kukuba uThixo uluntu waludala luthe ngqo, kodwa ke abantu basuke bayila ubuqili phezu kobuqili.”