Ecclesiastes 7:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usizi lulungile pezu kwokuhleka; ngokuba ngokudana kwobuso ilungiswa intliziyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kulungile ukuba nosizi ngaphezu kokuhleka; ngokuba intliziyo iyalunga bububi bobuso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kulungile ukuba nosizi ngaphezu kokuhleka; ngokuba intliziyo inobuso obuthe khunubembe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kubhetele kwaiinzingo kunokuhleka, kuba ubuso obuthe rhubaxa buyayomeleza intliziyo.